Somandla Uzugcin’impilo yam’
(Uzugcin’impilo yam’)
Uphinde ukhusel’ umoya wam’
(Ukhusel’ umoya wam’)
Somandla Uzugcin’impilo yam’
(Uzugcin’impilo yam’)
Uphinde ukhusel’ umoya wam’
(Ukhusel’ umoya wam’)
Somandla Uzugcin’impilo yam’
(Uzugcin’impilo yam’)
Uphinde ukhusel’ umoya wam’
(Ukhusel’ umoya wam’)
Chorus:
Ngoba, na ndohamba
(Ngizohamba ndijonge kuwe eh eh eh
Ngamaxesha onke)
Ngoba, na ndohamba
(Ngizohamba ndijonge kuwe eh eh eh
Ngamaxesha onke)
Ngoba, na ndohamba
(Ngizohamba ndijonge kuwe eh eh eh
Ngamaxesha onke)
Ngoba, na ndohamba
(Ngizohamba ndijonge kuwe eh eh
Ngamaxesha onke)
Ngoba, na ndohamba
(Ngizohamba ndijonge kuwe eh eh eh
Ngamaxesha onke)
Ngoba, na ndohamba
(Ngizohamba ndijonge kuwe eh eh eh
Ngamaxesha onke)
Somandla Uzugcin’impilo yam’
(Uzugcin’impilo yam’)
Uphinde ukhusel’ umoya wam’
(Ukhusel’ umoya wam’)
Somandla Uzugcin’impilo yam’
(Uzugcin’impilo yam’)
Uphinde ukhusel’ umoya wam’
(Ukhusel’ umoya wam’)
Chorus:
Ngoba, na ndohamba
(Ngizohamba ndijonge kuwe eh eh eh
Ngamaxesha onke)
Ngoba, na ndohamba
(Ngizohamba ndijonge kuwe eh eh eh
Ngamaxesha onke)
Ngoba, na ndohamba
(Ngizohamba ndijonge kuwe eh eh eh
Ngamaxesha onke)
Ngoba, na ndohamba
(Ngizohamba ndijonge kuwe eh eh eh
Ngamaxesha onke)
Song by Bucy Radebe